Uluka 2:7 XHO96

7 Wamzala ke unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, kuba kwakungekho ndawo endlwini yabahambi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:7 kwimeko