Uluka 20:11 XHO96

11 Wabuya wathuma esinye isicaka kubo. Basibetha ke naso, badlala ngaso, naso semka singaphathanga nto.

funda isahluko epheleleyo Uluka 20

imbono Uluka 20:11 kwimeko