Uluka 20:9 XHO96

9 Ke uYesu wabenzela umzekeliso abantu, wathi: “Umntu othile watyala isidiliya, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe ixesha elide.

funda isahluko epheleleyo Uluka 20

imbono Uluka 20:9 kwimeko