23 Hayi ke abanzima nabanyisayo ngaloo mihla! Kuya kubakho imbandezelo enkulu elizweni, ingqumbo kaThixo ibe phezu kwaba bantu.
funda isahluko epheleleyo Uluka 21
imbono Uluka 21:23 kwimeko