Uluka 22:39 XHO96

39 UYesu waphuma waza ngokwesiqhelo sakhe waya eNtabeni yemiNquma. Bamlandela ke abafundi bakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 22

imbono Uluka 22:39 kwimeko