Uluka 22:4 XHO96

4 Wesuka waya kubhunga nababingeleli abaziintloko nabagcini *bendlu kaThixo, wacebisana nabo ngeyona nto anokuyenza ukuze babe nokumbamba uYesu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 22

imbono Uluka 22:4 kwimeko