Uluka 22:59 XHO96

59 Malunga neyure emva koko omnye watsho eqinisekile wathi: “Inene, nalo ikwanguwabo, kuba ukwangowaseGalili.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 22

imbono Uluka 22:59 kwimeko