Uluka 23:14 XHO96

14 wathi kubo: “Nizise lo mntu kum nisithi udungadunga abantu. Ke ndimncinile phambi kwenu, ndaza andafumana tyala kuye kwezo zinto nimmangalela ngazo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:14 kwimeko