Uluka 23:5 XHO96

5 Kwaba kukhona bazingisayo besithi: “Údungadunga abantu, efundisa kulo lonke elakwaJuda, ukususela kwelaseGalili, kude kube lapha.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:5 kwimeko