Uluka 23:51 XHO96

51 Yona yayingavumelananga necebo labo kwanesenzo sabo. Le ndoda yaseArimati, idolophu yamaJuda, yayilulindele ulawulo lukaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:51 kwimeko