Uluka 23:8 XHO96

8 UHerode akumbona uYesu, wavuya kunene; kwakukade efuna ukumbona, kuba wayeve kuthethwa lukhulu ngaye. Wayenqwenela nokubona umqondiso usenziwa nguYesu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:8 kwimeko