Uluka 24:12 XHO96

12 Kodwa yena uPetros usuke wabaleka, waya engcwabeni, wathi akukhangela, wabona ingubo yelinen iyodwa, waza wagoduka emangalisiwe koko kwenzekileyo.]

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:12 kwimeko