Uluka 24:18 XHO96

18 waza waphendula omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye: “Nguwe kuphela na kwababekho eJerusalem ongazaziyo izinto ezenzeke khona kwezi ntsuku?”

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:18 kwimeko