Uluka 24:50 XHO96

50 UYesu ke waphuma nabafundi bakhe, wabasa ngaseBhetani; waza waphakamisa izandla zakhe, wabasikelela.

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:50 kwimeko