Uluka 3:19 XHO96

19 UHerode, umlawuli waseGalili, wakhalinyelwa nguYohane ngenxa yokungena uHerodiya, umka-mninawe wakhe, nangazo zonke ezinye izinto ezimbi awayezenzile.

funda isahluko epheleleyo Uluka 3

imbono Uluka 3:19 kwimeko