Uluka 4:14 XHO96

14 UYesu ke, esemandleni kaMoya oyiNgcwele, wabuyela kwelaseGalili, lwaza udumo lwakhe lwavakala kuwo wonke loo mmandla.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:14 kwimeko