Uluka 4:20 XHO96

20 Eyisongile incwadi uYesu, wayibuyisela kwisicaka, wahlala phantsi. Amehlo abo bonke ababesendlwini yesikhungo ayondele kuye;

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:20 kwimeko