Uluka 4:22 XHO96

22 Babemncoma, bonke bemangalisiwe ngamazwi amnandi awathethayo, besithi: “He bethu, lo mntu asinguye na unyana kaJosefu?”

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:22 kwimeko