Uluka 4:42 XHO96

42 Wasuka uYesu wemka waya endaweni engenabantu. Izihlwele zazimfuna, zathi zakumfumana, zazama ukuba angemki kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:42 kwimeko