Uluka 4:9 XHO96

9 Umtyholi ke waya noYesu eJerusalem, wammisa phezu *kwendlu kaThixo, wathi kuye: “Ukuba unguye uNyana kaThixo, ziphose ezantsi phaya;

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:9 kwimeko