Uluka 5:19 XHO96

19 Exakiwe kukumngenisa ngenxa yokuxinana kwesihlwele, akhwela phezu kwendlu, aqhaqha uphahla, amhlisa ngokhuko, ambeka phakathi, phambi koYesu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:19 kwimeko