Uluka 5:8 XHO96

8 Ekubonile okwenzekileyo, uPetros waguqa phambi koYesu, wathi: “Mka kum, Nkosi, kuba ndiyindoda engumoni.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:8 kwimeko