Uluka 6:10 XHO96

10 Akuba ebasingasingile bonke, wathi kuloo mntu: “Solule isandla sakho.” Wenjenjalo ke, saza saphila isandla sakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:10 kwimeko