Uluka 6:37 XHO96

37 “Musani ukugweba; nani ke aniyi kugwetywa nguThixo. Musani ukugxeka; nani ke aniyi kugxekwa nguThixo. Xolelani; nani ke niya kuxolelwa nguThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:37 kwimeko