Uluka 6:4 XHO96

4 Kaloku wangena *endlwini kaThixo, wazithatha wazitya izonka ezazinikelwe kuThixo, wanika neqela lakhe. Kanti ke ngokomthetho ezo zonka azimelwe kutyiwa ngabangengobabingeleli.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:4 kwimeko