Uluka 6:44 XHO96

44 Kaloku umthi wonke waziwa ngeziqhamo zawo. Amakhiwane akakhiwa emngeni; kananjalo iidiliya azivunwa elubobeni.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:44 kwimeko