Uluka 6:8 XHO96

8 UYesu ke wayezazi iingcamango zabo, waza wathi kuloo mntu wayome isandla: “Phakama, uze ngaphambili.” Waphakama ke, wema apho.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:8 kwimeko