Uluka 7:21 XHO96

21 Ke kaloku, kwangelo xesha, uYesu wayephilisa abaninzi kwizifo zabo, nakwizibetho zabo, nakwiindimoni, waza neemfama ezininzi wazinika ukubona.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:21 kwimeko