Uluka 8:18 XHO96

18 “Ze nive kakuhle ke; kuba lowo unolutho uya kunikwa, athi lowo ungenanto ahluthwe kwanaloo nto aba unayo.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:18 kwimeko