Uluka 8:33 XHO96

33 Zaphuma ke iindimoni endodeni leyo, zangena ezihagwini, waza umhlambi lowo waphaphatheka, wehla ethambekeni, waya kweyela elwandle, warhaxwa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:33 kwimeko