Uluka 9:24 XHO96

24 kuba othe wabukokosa ubomi bakhe, wolahlekelwa bubo; kodwa othe wabuncama ubomi bakhe ngenxa yam, wobusindisa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:24 kwimeko