Uluka 9:43 XHO96

43 Batsho bamangaliswa ke bonke kukusebenza kwamandla kaThixo.Ke bonke babemangalisiwe zizinto zonke awayezenza uYesu; waza wathi kubafundi bakhe:

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:43 kwimeko