Uluka 9:49 XHO96

49 Wavakala uYohane esithi: “Mhlekazi, sibone umntu ekhupha iindimoni ngegama lakho, saza samnqanda, kuba akakulandeli kunye nathi.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:49 kwimeko