Uluka 9:52 XHO96

52 Ke kaloku wathuma abathunywa bakhe, ukuba bamandulele. Bahamba ke, baya kungena kwidolophana yamaSamariya, khon' ukuze bamlungiselele;

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:52 kwimeko