57 Kwathi, besendleleni, othile wathi kuYesu: “Nkosi, ndiya kuba ngumlandeli wakho, ndiye naphi na apho uthe waya khona.”
funda isahluko epheleleyo Uluka 9
imbono Uluka 9:57 kwimeko