Umsebenzi Wabathunywa 22:30 XHO96

30 Ingqwayi-ngqwayi yafuna ukuqiniseka ngetyala awayemmangalela ngalo amaJuda uPawulos. Ithe ke ngengomso makakhululwe amatyathanga uPawulos, kubizwe ababingeleli abaziintloko kunye *neBhunga xa lilonke. Yaza ke yeza kummisa phambi kwentlanganiso uPawulos.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 22

imbono Umsebenzi Wabathunywa 22:30 kwimeko