Umsebenzi Wabathunywa 23:1 XHO96

1 UPawulos wawajonga ntsho amalungu eBhunga, wathi: “Mawethu, kude kuze kuba yile mininje andinasazela nganto ngobomi bam bonke phambi koThixo.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23

imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:1 kwimeko