Eyasentlango 11:24 XHO96

24 UMosis ke waya kumaSirayeli, wawaxelela oko kuthethwe nguNdikhoyo. Wathatha amashumi asixhenxe amadoda amakhulu, wawamisa angqonga isibingelelo.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 11

imbono Eyasentlango 11:24 kwimeko