Eyasentlango 13:3-15 XHO96

3-15 UMosis wenza ngokwelo lizwi likaNdikhoyo, waza khona apho kwintlango yaseParan wazikhetha ngolu hlobo iinkokheli: Indlu Inkokheli KwaRubhen uShamuwa kaZakure KwaSimon uShafati kaHori KwaJuda uKalebhi kaJefune KwaIsakare uIgali kaJosefu KwaEfrayim uHosheya kaNune KwaBhenjamin uPalti kaRafu KwaZebhulon uGadiyeli kaSodi KwaManase uGadi kaSusi KwaDan uAmiyeli kaGemali Kwa-Ashere uSeture kaMikayeli KwaNafetali uNabhi kaVofesi KwaGadi uGeweli kaMaki

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 13

imbono Eyasentlango 13:3-15 kwimeko