35 Kwaza ke kwaphuma umlilo uvela kuNdikhoyo, wawalenya atsha loo makhulu mabini anamashumi amahlanu amadoda awayesondeza isiqhumiso.
funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 16
imbono Eyasentlango 16:35 kwimeko