Eyasentlango 19:21 XHO96

21 Lo mmiselo mawuthotyelwe nini nanini. Umntu otshiza ngamanzi okuhlambulula makazihlambe iimpahla zakhe. Kanti ke nabani na ochukumisa amanzi okuhlambulula, uhlala engahlambulukanga kude kuhlwe.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 19

imbono Eyasentlango 19:21 kwimeko