Eyeziqalo 11:31 XHO96

31 UTera wafuduka eUre, ehamba noAbram unyana wakhe, kunye nomzukulwana wakhe uLothe, unyana kaHaram, kwakunye noSarayi umolokazana wakhe, umka-Abram. Wemka kwelamaKaledi, wafudukela welaseKanana. Bahamba bada baya kutsho eHaran, bafika bema apho.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 11

imbono Eyeziqalo 11:31 kwimeko