Eyeziqalo 12:5 XHO96

5 UAbram wemka nomkakhe uSarayi, kunye noLothe unyana womninawa wakhe. Wathatha bonke ubutyebi bakhe, kunye nezicaka zakhe azifumene eHaran, wenjenjeya ukubheka eKanana.Bakufika eKanana,

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 12

imbono Eyeziqalo 12:5 kwimeko