Eyeziqalo 13:10 XHO96

10 Wakhangela uLothe, waphawula ukuba yonke loo ntili yeJordan ukuya kuma ngeZoware, yayingumhlaba onamanzi. Wawufana nomyezo kaNdikhoyo, ufana nqwa nelaseJiputa. Ngeli xesha kwakungaphambi kokutshatyalaliswa kweSodom neGomora.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 13

imbono Eyeziqalo 13:10 kwimeko