Eyeziqalo 14:15 XHO96

15 Wawahlula angamaqela ngamaqela amadoda akhe, wawuhlasela loo mkhosi kwakuhlwa. Wawoyisa, wawusukela waya kufika eHobha entla kweDamasko.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 14

imbono Eyeziqalo 14:15 kwimeko