Eyeziqalo 16:6 XHO96

6 Uphendule wathi uAbram: “Kulungile kaloku, sisicakazana sakho; uphantsi kwakho uHagare. Yenza into oyibonayo kaloku.” USarayi ke wamphatha gadalala uHagare, wada wabaleka wemka.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 16

imbono Eyeziqalo 16:6 kwimeko