Eyeziqalo 17:11-12 XHO96

11-12 Ukususela ngoku wonke umntwana oyinkwenkwe kufuneka aluke eneentsuku ezisibhozo ubudala; nditsho nkqu nezicaka ezizalelwe phantsi kwakho kwanezo zingeneleleyo. Lowo ke uya kuba ngumqondiso womnqophiso phakathi kwakho nam.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 17

imbono Eyeziqalo 17:11-12 kwimeko