Eyeziqalo 17:17 XHO96

17 Waqubuda uAbraham, waya kuthi ngqu ngobuso phantsi. Wasuka waphela yintsini akucinga ukuba umntu onekhulu leminyaka angazala umntwana. Yena uSara enamashumi alithoba nje, angamfumana umntwana?

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 17

imbono Eyeziqalo 17:17 kwimeko