14 ULothe ke waya kuxelela amasoka eentombi zakhe ukuba makumkiwe eSodom, kuba uNdikhoyo wayeza kuyibhubhisa. Kodwa wona aba uyaqhula nje.
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 19
imbono Eyeziqalo 19:14 kwimeko