Eyeziqalo 19:5 XHO96

5 Bakhwaza bebuza kuLothe ukuba aye phi na laa madoda ayeze kulala kwakhe ngobo busuku. Batsho besithi makawakhuphe, kuba babefuna ukulala nawo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 19

imbono Eyeziqalo 19:5 kwimeko